Sengade kwenziwe ngomntana womntu u Mzekelo wase bhabileni womlilo okwakufakwe u Shadrack, Mashach no Abednego babexentsiswa. Ulaliswe kwi sibedlela sase komani umntwana one minyaka elishumi elina ntandathu emva kokungavisisani no Mfundisi u Ntsapho nge nxaye nkukhu ezebiweyon lo mfundisi uke wabona kulicebo ukuba ohlwaye lo mntwana ngoku mxentsisa emlilweni ophinda phindwe ka sixenxe
Image by Sasin Tipchai from Pixabay
Advertisement Reach real local readers – Advertise with Pondoland Times
Get local news updates on your phone

Download the Pondoland Times app for breaking Eastern Cape news, community updates, jobs, and important stories from around you.

Uthe nje ukuba enziwe umntwana womntu, umzekeliso webhayibhile womlilo apho uShadrack, uMeshack noAbhednego babexentsiswa.

Advertisement
Sinombuso Funeral Services

Umntwana oneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala ungeniswe kwisibhedlele saseKomani emva kokungavisisani no Mfundisi u Ntsapho ngenxa yenkukhu ebiweyo, umfundisi ulibonile icebo lokumohlwaya lo mntwana ngoku mxentsisa emlilweni ophinda phindwe ka sixenxe.

Ngokulandela imilayelo yomntu omdala lo mntwana uye wangena waze waxhentsa kulo mlilo uvutha unjalo waze waxobuka iskhumba.

Utitshala Ntsapho uvalelwe ejele emva kokuvela kancinci kwi nkundla ka Mantyi ngomhla we 15 kule nyanga.Utitshala Ntsapho ungapha kwezi tixo ejele emva kokuvela kancinci kwi nkundla ka Mantyi ngomhla we 15 kule nyanga.

Isebe lezemfundo liqinisekisile ukuba lizakuxhasa ixhoba kunye nosapho lwalo logama besenza uphando ngesi sehlo.

UMphathiswa weSebe lezeMfundo ephondweni leMpuma Koloni uFundile Gade usigxeke esigxibha kabukhali esisenzo, kananjalo umemelela kubo bonke ootitshala bakhusele abantwana nanjengoko ingabo abachitha iiyure ezininzi kunye nabo.

Advertisement
Ebathenjini Funeral Services

Ngokomthetho wengqesho yootitshala (uMthetho wezeNgqesho yooTitshala) kunye nokuziphatha kootitshala ngokwemigaqo nemigaqo ye-SACE (Code of Professional Ethics)

UMnu. Ntsapho xa enofunyanwa enetyala angazibhaqa elahlekelwa sisonka sakhe.

Utitshala uya kugcinwa eluvalelweni de abuyele kwinkundla kamantyi

ALSO READ:  Winnie Madikizela-Mandela's Legacy Lives On: Municipality Launches Month-Long Celebration

📰 At Pondoland Times, all articles are reported and verified by human journalists. Technology may support us, but people remain at the heart of our news.

DON’T MISS IMPORTANT DEADLINES AND PAYMENTS

Get clear updates on SASSA, applications, funding and local opportunities — including how to fix common issues and avoid delays.

Advertisement Download the Pondoland Times App – Grants, Jobs and Local Alerts

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here