Kufike khona oogqira abazingcaphephe kwizifo zomhlaza ezohlukeneyo KwaBhaca Iinjongo zalenkqubo kukukhuthaza wonke ubani ukuba azazi ubume bempilo yakhe ngokuthi azivavanyele esisifo khona ukuze afumane unyango olululo kuselithuba xa efunyenwe enaso. Namhlanje kujongwe kakhulu kumhlaza webele, womlomo wesibeleko kwabasetyhini kunye nomhlaza wedlala lobudoda kubantu abangootata. Abantu bayakhuthazwa ukuba baqhubeleke ukuza ngobuninzi babo nanjengoko ezinkonzo zizakuqhuba imini yonke yanamhlanje. #UmzimvubuLM #BuildingTheEasternCapeWeWant #UphuhlisoKumntuWonke #AsimangaSiyaqhuba
iFoto ithunyelwe
Advertisement Reach real local readers – Advertise with Pondoland Times
Get local news updates on your phone

Download the Pondoland Times app for breaking Eastern Cape news, community updates, jobs, and important stories from around you.

Ngolwesihlanu umhla wamashumi amabini anethoba kwinyanga yoMsintsi kulonyaka umiyo, iSebe lezeMpilo eMpuma Koloni likwiphulo lokuvavanya kwaye lilumnkise uluntu ngezifo ezinxulumene nomhlaza kwisibhedlela sesithili iMadzikane KaZulu, KwaBhaca nalapho kufike khona oogqira abazingcaphephe kwizifo zomhlaza ezohlukeneyo.

Advertisement
Sinombuso Funeral Services
Kufike khona oogqira abazingcaphephe kwizifo zomhlaza ezohlukeneyo KwaBhaca
iFoto ithunyelwe

Iinjongo zalenkqubo kukukhuthaza wonke ubani ukuba azazi ubume bempilo yakhe ngokuthi azivavanyele esisifo khona ukuze afumane unyango olululo kuselithuba xa efunyenwe enaso. Namhlanje kujongwe kakhulu kumhlaza webele, womlomo wesibeleko kwabasetyhini kunye nomhlaza wedlala lobudoda kubantu abangootata.

Abantu bayakhuthazwa ukuba baqhubeleke ukuza ngobuninzi babo nanjengoko ezinkonzo zizakuqhuba imini yonke yanamhlanje.

ALSO READ:  CRIME PREVENTION OPERATIONS MAKE AN IMPACT IN FORT BEAUFORT

📰 At Pondoland Times, all articles are reported and verified by human journalists. Technology may support us, but people remain at the heart of our news.

DON’T MISS IMPORTANT DEADLINES AND PAYMENTS

Get clear updates on SASSA, applications, funding and local opportunities — including how to fix common issues and avoid delays.

Advertisement Download the Pondoland Times App – Grants, Jobs and Local Alerts

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here