Isibhedlela sase Sipetu silungela ukuba sinekezelwe ebantwini base Ntabankulu
Advertisement Reach real local readers – Advertise with Pondoland Times
Get local news updates on your phone

Download the Pondoland Times app for breaking Eastern Cape news, community updates, jobs, and important stories from around you.

USodolophu kamasipala wase Ntabankulu, ohloniphekileyo uCllr Tsileng Sobuthongo kunye namalungu we Executive, bandwendwele isibhedlela sase Sipetu izolo. Olutyelelo lolunye lwamatyelelo ebethe gqolo ukuwenza uSodolophu kunye ne Executive Committee kwesisibhedlela ukuqinisekisa ukuba umsebenzi uyaqhuba ngendlela ekuyiyo kwaye uyagqitywa ngaphandle kwemicelimngeni.

Advertisement
Mamatheka WiFi

 Isibhedlela sase Sipetu silungela ukuba sinekezelwe ebantwini base Ntabankulu

Kungoku nje isibhedlela sase Sipetu sele sigqithile kwisigaba se Practical Completion, sele silungela ukuba sinikezelwe kubantu base Ntabankulu. Unokontraka ogqibezela umsebenzi  unikwe iveki ezine ukuba agqibezele yonke into nanje ngoko ifurniture kunye nezixhobo zale mihla zokusebenza sele zikhona.

 Isibhedlela sase Sipetu silungela ukuba sinekezelwe ebantwini base Ntabankulu

Ngelixa ethetha kolutyelelo uSodolophu ubhekise wenjenje,

abantu base Ntabankulu kuyabonakala ukuba xa sele sivuliwe esisibhedlela bazofumana unyango olukwiqondo eliphezulu.

Oku kuyasivuyisa kuba abantu bakuthi abangakwazi kufikelela kunyango lwabucala bazolufumana lonke uncedo apha. Okungasivuyisiyo kukungabikho kwe network kule ndawo nto leyo eyenza abanye ogqirha bangakwazi kuhlala xesha elide. Sizothetha kwakhona nesebe lezonxibelelwano ukuze silungise esisimo”.

ALSO READ:  Ntabankulu Mayor Launches Ntuli Village Preschool Build

Advertisement
Ekoneni Flames Food Corner
📰 At Pondoland Times, all articles are reported and verified by human journalists. Technology may support us, but people remain at the heart of our news.

DON’T MISS IMPORTANT DEADLINES AND PAYMENTS

Get clear updates on SASSA, applications, funding and local opportunities — including how to fix common issues and avoid delays.

Advertisement Download the Pondoland Times App – Grants, Jobs and Local Alerts

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here