Ward 12 State of the Ward Addres
iFoto ithunyelwe
Get local news updates on your phone

Download the Pondoland Times app for breaking Eastern Cape news, community updates, jobs, and important stories from around you.

Iqhube kakuhle inkqubo yobume be wadi yakwa ward 12 ngolwesine kuleveki, nebisothulwa ngohloniphekileyo uCllr P.M Mafilika nonguceba wale ndawo.

Eli phulo lelokuqinisekisa ukuba urhulumente uyafikelela ncakasana eluntwini kwaye noluntu lufumana ithuba lokudlana indlebe norhulumente malunga nenkqubela ngokwezenkonzo. Eliphulo likwaqinisekisa ukuba uluntu luyaxhotyiswa ngokolwazi khonukuze bathathe inxaxheba besazi.

Ward 12 State of the Ward Addres

Phakathi kwezinto ezingumcelimngeni kule ward ngumcimbi wamanzi. UMasipala wase Ntabankulu uthe gqolo ukulandelela umasipala ombaxa wase Alfred Nzo nokunguwo ofakela amanzi kwindawo yonke yase Alfred Nzo.

Eminye imicelimngeni urhulumente uyakhwulelana nayo kuquka ubume beendlela. Apha kwa ward 12 ikhona indlela ekwiphulo lokwakhiwa njengangoku kwindawo yase Magqagqeni nangona zisafuneka iindlela nakwezinye iindawo.

ALSO READ:  CEOs Map Out Logistics Future at SA Auto Week 2025

📰 At Pondoland Times, all articles are reported and verified by human journalists. Technology may support us, but people remain at the heart of our news.
Advertisement Download the Pondoland Times App – Grants, Jobs and Local Alerts

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here