AZAKWAKHELWA INDLU AMAXHEGWAZANA AKWAMPISI
ifoto ithunyelwe
Advertisement Eastern Cape Business Summit – Join the Waitlist
Get local news updates on your phone

Download the Pondoland Times app for breaking Eastern Cape news, community updates, jobs, and important stories from around you.

Ngokomlomo woceba wakwa Ward 16, u Cllr. Nelson Njomi iza kuphela le veki zifikile izixhobo zokwakha kumzi wama Xhegwazana amabini akwa Dlamini, kwilali yase Hlabathi, adilikelwe yindlu yawo ebihleli kwimeko engaginyisi mathe kakade.

AZAKWAKHELWA INDLU AMAXHEGWAZANA AKWAMPISI
ifoto ithunyelwe

Kwinyanga ka August kwavela umbiko wamaxhegwazana amabini ahlala odwa kwizindlu ezingawa nanini na. Ukanti kwiimvula zamva nje nezigqugqise ilali le enye kwezi zindlu iye yabhodloka.

AZAKWAKHELWA INDLU AMAXHEGWAZANA AKWAMPISI
ifoto ithunyelwe

Kuye kwanyanzeleka bahlale kuyo injalo. Kodwa u Cllr. Njomi uthi sele zifikile izinto zokwakha e Bizana.

Into eshiyekileyo kukuba zehle ziye kufika ekhaya ukuze kuqaliswe kungekudala ukwakhiwa kuba siyibonile imeko yelaa khaya. – Kucacise u Cllr. Njomi.

ALSO READ:  Minister Nyhontso to Hand Over Land Title Deed to Fiva Legacy CPA in Matatiele
📰 At Pondoland Times, all articles are reported and verified by human journalists. Technology may support us, but people remain at the heart of our news.
Advertisement Download the Pondoland Times App – Grants, Jobs and Local Alerts

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here