UCLLR NOMNGANGA WONYUWE NJENGOSOMLOMO WEBHUNGA ENTSHA
uSomlomo omtsha webhunga kumasipala waseMzimvubu u Cllr Nkosomzi Nomnganga. - IFOTO: ithunyelwe
Advertisement Reach real local readers – Advertise with Pondoland Times
Get local news updates on your phone

Download the Pondoland Times app for breaking Eastern Cape news, community updates, jobs, and important stories from around you.

Wonyulwe njengoSomlomo omtsha webhunga kumasipala waseMzimvubu u Cllr Nkosomzi Nomnganga. Ulonyulo luka Somlomo omtsha luqhube kwintlanganiso yebhunga elikhethekileyo ebibanjwe ngomvulo, umhla woku-1 kweyeThupha  KwaBhaca. Iinkqubo zebhunga zonyulo lukaSomlomo omtsha zikhokelwe liGosa elinoxanduva loko , uMnu Tobela Nota.

Advertisement
Ubuntu Media

Unyulo lukaSomlomo lwenziwa ngokungqinelana nesahluko sesithathu soMthetho wamaSebe ooMasipala kuRhulumente weNgingqi othi ibhunga likaMasipala ngalinye kufuneka libe nosihlalo oya kubizwa ngokuba sisithethi. Kwindibano yalo yokuqala emva konyulo okanye xa kukho imfuneko yokuvala isithuba, iBhunga likaMasipala kufuneka linyule uSomlomo walo kooCeba.

UMphathi kaMasipala okanye ukuba uMphathi kaMasipala akafumaneki umntu otyunjwe ngumphathiswa kurhulumente wengingqi kwiphondo, uchophela unyulo lukaSomlomo. Emva kokwamkela indima yakhe entsha, wongezelela ngelithi,

I Bhunga lika Masipala linqwenelele u Nomnganga  okuhle kodwa kwisikhundla sakhe.

ALSO READ:  Mrwetyana Jailed for Taxi Rapes and Robbery

📰 At Pondoland Times, all articles are reported and verified by human journalists. Technology may support us, but people remain at the heart of our news.

DON’T MISS IMPORTANT DEADLINES AND PAYMENTS

Get clear updates on SASSA, applications, funding and local opportunities — including how to fix common issues and avoid delays.

Advertisement
Tobo Burial Society
Advertisement Download the Pondoland Times App – Grants, Jobs and Local Alerts

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here