iindaba

ISEBE LEZOTHUTHO LIMEMELELA UKHUSELEKO EZINDLELENI

  Isebe lezothutho kwiphondo leMpuma Kapa liphehlelele iphulo lika Fika Uphila-Arrive Alive, ngomhla wesine kwinyanga ka Tshazimpuzi kulo nyaka wama-2023. Oku kuthi gqi nanjengoko kulindeleke...

UMPHATHISWA WEZEMPILO UNDWENDWELE AMAXHOBA EEMVULA EZIMANDLA

Umphathiswa wesebe lezempilo kwiphondo leMpuma Kapa u Nomakhosazana Meth undwendwele amaxhoba eemvula ezimandla  eSajonisi phezolo, umhla wesithathu kwinyanga ka Tshazimpuzi kulo nyaka ka-2023. Oku...

KUWONGWE ABESITHILI SE ALFRED NZO

Umasipala wesithili se Alfred Nzo ububambe ingxikela yomsitho wokuthi halala kubafundi neetishala kwesi sithili namhlanje, umhla wamashumi amabini anesibhozo kweyoMdumba. Aba bafundi bebewongwa emva...

KUNGADALA UKUGXELESHANA NGEZIKHONDO ZAMEHLO UKUBULAWA KOBEYOKUZONWABISA KWINDAWO YENTSELO

Kukho inkxalabo yokujongana ngezikhondo zamehlo phakathi kweentsapho ezimbini kwilali yakwa Nxarhabe, e Flagstaff. Oku kulandela ukutshiswa kunqonqiswe umzi wakwa Hintsa nekusisiganeko ekutyholwa ukuba senziwe...

Popular

Subscribe

spot_imgspot_img