iindaba

USODOLOPHU WASE NGQUZA HILL UBAMBE INDIBANO NABAHLALI

USodolophu kumasipala wasekuhlaleni i-Ngquza Hill, u Nonkosi Pepping undwendwele iiwadi  ezimbini zalo masipala, u ward 1 no ward 2 nalapho ebeyokufakana imilomo nabahlali ngomhla...

WAMKELE ISIBONGOZO SOKUBHANGISWA KOONONGQOVU U DIDIZA

Umphathiswa wesebe lezolimo, uhlengahlengiso lomhlaba kunye nophuhliso lwamaphandle, u Thoko Didiza wamkele uxwebhu oluphuma kwiziko i Sizwe Kupelo Foundation nolumemelela ukuba zibhangiswe izinja zohlobo...

KUZA INGXIKELA YOWEMASKANDI EMAMPONDWENI

Abaculi bomculo we Maskandi abaphuma emaMpondweni baza kudibana nabaphuma kwaZulu Natal, kohlukane ooshuni xa kuza kube kubanjwe ingxikela yomnyhadala womculo we Maskandi ngomhla wamashumi...

UMBHALI WAMABALI WASEMAMPONDWENI UNGUMHLOBO KUNYE NOSIBA

Umbhali weencwadi zesiXhosa, u Mzoli Mavimbela uphuma kwilali yase Ngxongweni , e Port St Johns kwaye ungumbhali ophume izandla, elinye lamabali akhe lifundwe kwisikhululo...

UMASIPALA UMZIMVUBU UNCEDISA AMAFAMA OBOYA ASAKHULAYO NGEZIXHOBO ZOKUSEBENZA

Sele kulithuba leminyaka emihlanu umasipala wasekuhlaleni Umzimvubu wathi waqala inkqubo yokuncedisa amafama oboya. Eli lelinye lamalinge neenzame zika masipala zokukhawulelana neezidingo zamafama isebe Lophuhliso...

Popular

Subscribe

spot_img