iindaba

Usodolophu womasipala waseWinnie Madikizela unikezele ngosokontilaka abazofakela umbane

Usodolophu womasipala waseWinnie Madikizela Mandela uCllr TD Mafumbatha unikezele ngosokontilaka abathathu kuWadi 22, 20 kunye no 26 abazofakela umbane. KuWadi 22 eMsarhweni kunikezelwe ngoMasilo Projects...

UCLLR NOMNGANGA WONYULWE NJENGOSOMLOMO WEBHUNGA OMTSHA

Wonyulwe njengoSomlomo omtsha webhunga kumasipala waseMzimvubu u Cllr Nkosomzi Nomnganga. Ulonyulo luka Somlomo omtsha luqhube kwintlanganiso yebhunga elikhethekileyo ebibanjwe ngomvulo, umhla woku-1 kweyeThupha  KwaBhaca....

LUNCUMO LODWA KUBETHELWA IZANDLA ULWAKHIWO LWEHOLO YOLUNTU i-BADIBANISE

Kutshanje kulenyanga yeSilimela umasipala waseUmzimvubu undwendwele iholo yoluntu iBadibanise, kwaBhaca, ngeliyokuhlola umsebenzi owenziweyo ngethuba kusakhiwa, ukanti nokulungela ukusebenza kweli holo. USodolophu U Cllr Zukiswa...

IKwazlThina Publishers iyazingca ngokushicilela incwadi ethi Isangxa SikaRhaxothi ebhalwe nguThlna Namba

Isangxa SikaRhaxothi yincwadi ebali Layo lingobomi beNkosi yabaThembu baseRhoda, uNkosi Ngangomhlaba Matanzima ongasekhoyo. Libali lobomi bakhe sukela oko wazalwayo ukuza kuma ngexesha lokuphela kobomi...

BAKHUNJULWE ABAWA NGEMBUBHISO YENGQUZA

Bekulusuku olukhulu lokwenza umlando namhlanje, umhla wesithandathu kweyeSilimela kumaMpondo nanjengoko bekubanjwe umsitho wokukhumbula amadoda athi asweleka ebulawa ngexesha lembubhiso yentaba yase Ngquza. Esi sikhumbuzo...

Popular

Subscribe

spot_imgspot_img