KUNIKEZELWE NGONOKONTRAKA KWINDAWO YASE MBHONGWENI KWA WARD 17
Advertisement Eastern Cape Business Summit – Join the Waitlist
Get local news updates on your phone

Download the Pondoland Times app for breaking Eastern Cape news, community updates, jobs, and important stories from around you.

UMasipala wase Ntabankulu unikezele ngoNokontraka ozakulungisa indlela yase-Mbhongweni nanjengoko ibiyenye yeendlela ezachaphazelwa yintlekele (disaster stricken roads). Lendlela ingumgama ongage 4km nekulindeleke ukuba igqitywe kwisithuba senyanga ezintandathu.

Ohloniphekiyo uCllr Menziwa nobengu Sodolophu wosuku xa ebethetha nabahlali uthe:

intsebenziswano, ukuhloniphana kwanokulangazelela iinkozo ezisiwa eluntwini yeyonanto ezakuqhubela lomsebenzi phambili

KUNIKEZELWE NGONOKONTRAKA KWINDAWO YASE MBHONGWENI KWA WARD 17

Lo kaMenziwa uqhubeke ebongoza abahlali ukuba bancedisane nekhontraka ekugadeni izixhobo zokusebenza, ekwawukhalimela umkhwa wokutyhuthulwa kwematshini ngoba lonto idala ukuma komsebenzi.

Obethethela abahlali ubulele ngokungazenzisiyo kurhulumente ngomsebenzi omhle, uqhubeke wavakalisa ukuba abahlali bayavuya ngokuba urhulumente wabo enendlebe.

ALSO READ:  Fashion enthusiast Zimvo Diko introduces her swimwear range as spring season starts

📰 At Pondoland Times, all articles are reported and verified by human journalists. Technology may support us, but people remain at the heart of our news.
Advertisement Download the Pondoland Times App – Grants, Jobs and Local Alerts

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here